1 Samuel 20:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa ukuba nditsho kwindodana ukuti: Nanziya intolo ngasele kwako; hamba ke, ngokuba uyehova ekundulule.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke ukuba ndithe kwindodana leyo, Nanzo iintolo zingaphaya kwakho: hamba, ngokuba uYehova woba ukundulule.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke ukuba ndithe kwindodana leyo, Nanzo iintolo zingaphaya kwakho; hamba, ngokuba uYehova ukuthumile.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa xa ndithe: ‘Nazo ngaphaya kwakho iintolo;’ uze usuke umke, kuba uNdikhoyo woba esithi: ‘Hamba!’