1 Samuel 20:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waya u‐Davide wazifihla ezindle: kwati kwakutwasa inyanga, wandula ukumkani wahlala ngasekudleni ukuba atye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wazimela ke uDavide ezindle. Yathwasa inyanga; wahlala ukumkani esidlweni ukuba adle.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uDavide wamngcwabela entsimini, kwathi ekuphumeni kwenyanga, wahlala ukumkani ukuba adle ukudla.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wahamba ke uDavide, waya kuzimela endle. Ngomhla womsitho wokuthwasa kwenyanga ukumkani uSawule