1 Samuel 20:31 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngokuba yonke imihla unyana ka‐Jese aya kudla ubomi ngayo emhlabeni, ungayi kuqiniswa wena, nobukumkani bako: ngako kaloku, tuma ke, umtabate eze kum, ngokuba emelwe kukufa yena.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuba yonke imihla, unyana kaYese aya kudla ubomi ngayo emhlabeni, akuyi kuqiniseka wena nobukumkani bakho. Thumela ngoko, umzise kum, ngokuba engumntwana wokufa.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kuba yonke imihla unyana kaYese aya kudla ubomi ngayo emhlabeni, wena nobukumkani bakho akuyi kuqiniseka. Thumela ngoko, umzise kum, ngokuba inene uya kufa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wena kunye nobukumkani bakho akusoze uzinze esaphila unyana kaJese. Yiza naye apha ke ngoku – ndimfuna efile!”