1 Samuel 20:37 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Akufika umfana endaweni yotolo abelutolile u‐Jonatane, wandula u‐Jonatane wabiza emva kwomfana, wati: Utolo alungasele kwako na?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wafika umfana kuloo ndawo belukuyo utolo abeluxunile uYonatan. Wamemeza uYonatan kumfana, wathi, Nalo ngaphaya kwakho utolo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wafika umfana endaweni abedla kuyo uYonatan, uYonatan wambiza umfana emva kwakhe, wathi, Nalo ngaphaya kwakho utolo?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ithe yakufika ngakuloo ndawo beluwe kuyo utolo loo nkwenkwe, wayikhwaza uJonatan, esithi: “Kwedini, utolo naluya ngaphaya kwakho!