1 Samuel 20:38 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wabuya u‐Jonatane wabiza emva kwomfana, esiti: Nxama, kauleza, ungemi. Waza umfana ka‐Jonatane wabuta intolo, weza enkosini yake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wamemeza uYonatan kumfana, wathi, Khawuleza, ngxama, musa ukuma. Umfana wakwaYonatan waluchola utolo, waluzisa enkosini yakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wamemeza uYonatan kumfana, wathi, Khawuleza, khawuleza, musa ukulibala. Unyana kaYonatan wathabatha iintolo, weza enkosini yakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Umele ntoni apho! Baleka!” Yaluchola olo tolo inkwenkwe, yalusa kwinkosi yayo,