1 Samuel 20:40 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Jonatane wanika izixo̔bo zake kumfana obenaye, wati kuye: Hamba, uzise esixekweni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYonatan wayinikela impahla yakhe umfana lo abenaye, wathi kuye, Hamba uyise ekhaya. Waya umfana lowo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYonatan wamnika umpu wakhe unyana wakhe, wathi kuye, Hamba, ubasa kuwo umzi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wayinika izikrweqe zakhe uJonatan loo nkwenkwe, wathi mayigoduke nazo.