1 Samuel 20:7 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ukuba utsho ukuti: Kulungile; sesiya kuba noxolo isicaka sako: kodwa ukuba unokuqumba kakulu, yazi ke ukuba ububi bugqityiwe nguye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ukuba uyihlo uthe, Kulungile: koba kuluxolo kumkhonzi wakho. Ke ukuba uthe wavutha kakhulu ngumsindo, yazi ukuba ugqibe kwelobubi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ukuba uthe, Kulungile; Umkhonzi wakho lo uya kuba seluxolweni; ke ukuba uthe wavutha kakhulu ngumsindo, yazi ukuba ucebe ububi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukuba uthe kulungile, úya kuba enoxolo ngakum. Kodwa ukuba uthe wacaphuka, uze wazi ukuba uzimisele ukundenzakalisa.