1 Samuel 21:1 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
WANDULA weza u‐Davide e‐Nobe ku‐Ahimeleki umperisite: waye u‐Ahimeleki wamkaulela u‐Davide ngokungcangcazela, wati kuye: Yinina ukuba uwedwa, ingeko indoda nawe nje?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UDavide waya eNobhi kuAhimeleki, umbingeleli. UAhimeleki wamkhawulela uDavide egubha, wathi kuye, Yini na ukuba uze wedwa, kungekho ndoda ihamba nawe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Weza uDavide kuAhimeleki, umbingeleli waseNobhi. uAhimeleki wagubha phambi koDavide, wathi kuye, Yintoni na le nto uhlala wedwa, ungenamntu?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukusuka apho uDavide waya kwambingeleli uAhimeleki eNobhi. Wamhlangabeza uAhimeleki esoyika, wambuza esithi: “Kutheni uhamba wedwa nje? Kutheni kungekho bani ukukhaphayo nje?”