1 Samuel 21:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waye u‐Davide wabekela lamazwi entliziyweni yake, woyika kakulu ngenxa ka‐Akishe ukumkani we‐Gate.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UDavide wawagcina loo mazwi entliziyweni yakhe, woyika kunene ebusweni buka-Akishe, ukumkani waseGati.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uDavide wawabeka la mazwi entliziyweni yakhe, wamoyika kunene uAkishe ukumkani waseGati.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wakuwazikisa la mazwi uDavide wangenwa kukumoyika ukumkani uAkishe.