1 Samuel 21:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako kaloku, yinto nina epantsi kwesandla sako? nikela izonka ezihlanu esandleni sam, umhlaumbi oko kusukuba kuko.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kaloku kukho ntoni na phantsi kwesandla sakho? Ndinike esandleni izonka zibe zihlanu, nokuba yintoni efumanekayo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ngoko yintoni ephantsi kwengalo yakho? ndinike esandleni izonka ezihlanu, nokuba yintoni na ekhoyo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaba akunanto ityiwayo apha? Ndiphe izonka noba zihlanu, okanye nantoni ongaba unayo.”