1 Samuel 22:10 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
owambuzela kuyehova, wamnika umpako; neṙele lika‐Goliyate um‐Filistiya walinika kuye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Waza yena wambuzela kuYehova, wamnika umphako, wamnika nekrele likaGoliyati umFilisti.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wambuza kuYehova, wamnika ukudla, wamnika nekrele likaGoliyati umFilisti.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
UAhimeleki wabuzela uDavide *kuNdikhoyo, waza wamnika umphako nekrele lomFilistiya uGoliyati.”