1 Samuel 22:11 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula ukumkani watuma ukumbiza u‐Ahimeleki, unyana ka‐Ahitube, umperisite, nayo yonke indlu yoyise, abaperisite ababese‐Nobe; basuka beza bonke kukumkani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathumela ukumkani, wambiza uAhimeleki unyana ka-Ahitubhi, umbingeleli, nendlu yonke kayise. Ababingeleli ababeseNobhi beza bonke kukumkani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathumela ukumkani, wambiza uAhimeleki unyana ka-Ahitubhi, umbingeleli, nendlu yonke kayise, ababingeleli ababeseNobhe; beza bonke kukumkani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Emva koko ukumkani uSawule wathumela ukuba kuye kubizwa uAhimeleki unyana ka-Ahitubhi nezalamane zakhe ezazingababingeleli eNobhi. Bonke ke beza kukumkani.