1 Samuel 22:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa wati ukumkani: Uya kufa ngenyaniso, Ahimeleki! wena, nayo yonke indlu kayihlo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi ukumkani, Uya kufa ufe, Ahimeleki, wena nendlu yonke kayihlo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi ukumkani, Uya kufa, Ahimeleki, wena nendlu yakho yonke.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukumkani uphethe ngelithi: “Umelwe kukufa, wena Ahimeleki, kunye nomzi wonke kayihlo.”