1 Samuel 22:2 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjalo kwazihlanganisela kuye onke amadoda abeseluxinezelweni, nawo onke amadoda abenetyala, nawo onke amadoda ampefumlo uṙaṙa; waza waba yinkosi pezu kwawo: kwaye kuko naye anga angamakulu mane amadoda.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Abuthelana kuye onke amadoda axinekileyo, namadoda onke anamatyala, namadoda onke anezikrokro; waba ngumthetheli wawo.Aba kuye amadoda akumakhulu amane.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Abuthelana kuye onke amadoda abandezelekileyo, namadoda onke anamatyala, namadoda angahluthanga; waba ngumlawuli wabo, ekunye namadoda akumakhulu amane.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kwakudla ngokuya kuye abantu ababandezelekileyo, nabaneengxaki zamatyala, nabanganelisekanga, waba yinkokheli yabo. Amadoda anaye ayemalunga namakhulu amane ewonke.