1 Samuel 22:23 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Hlala nam, ungoyiki; ngokuba ofuna ubomi bam efuna ubomi bako; kodwa woba sekugcinweni unam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Hlala nam, musa ukoyika; ngokuba ofuna umphefumlo wam ufuna umphefumlo wakho; ngokuba ugcinakele, unam nje.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Hlala nam, musa ukoyika; ngokuba ofuna umphefumlo wam ufuna umphefumlo wakho; kodwa ngam niya kusindiswa.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Seluhlala apha kunye nam, ungaxhali; akukho nto iya kukuthi cha apha. Lowo uzungula ubomi bakho uzungula nobam.”