1 Samuel 22:3 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wasuka u‐Davide wemka kona waya e‐Mitsipe yase‐Mowabi; wayesiti kukumkani we‐Mowabi: Mabapume ke ubawo noma̔ babe nani, ndide ndazi into endiya kwenzelwa yona ngutixo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UDavide wemka khona, waya eMizpa kwaMowabhi, wathi kukumkani wakwaMowabhi, Makhe baphume ubawo noma, bahlale nani, ndide ndazi into aya kundenzela yona uThixo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wemka apho ke uDavide, waya eMizpe yakwaMowabhi, wathi kukumkani wakwaMowabhi, Ubawo noma makaphume ahlale nawe, ndide ndiyazi into aya kundenzela yona uThixo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wesuka apho uDavide, waya kwelaseMowabhi eMizpa, wabhekisa kukumkani walapho wenjenje: “Mhlekazi, ubawo nomama ndibacelela indawo apha kuwe, ndide ndiqonde ukuba uThixo iinjongo zakhe ziyintoni na ngam.”