1 Samuel 23:18 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Baza bobabini benza ucebano ebusweni bukayehova: wati u‐Davide wahlala ehlatini, kodwa u‐Jonatane waya endlwini yake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Benza umnqophiso bobabini phambi koYehova. UDavide wahlala entshinyeleni yehlathi apho, uYonatan waya endlwini yakhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Benza umnqophiso bobabini phambi koYehova, waza uDavide wahlala ehlathini, waza uYonatan waya endlwini yakhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Baphinda banqophisana phambi koNdikhoyo. Emva koko wagoduka uJonatan, uDavide yena wasala apho eHoreshe.