1 Samuel 23:20 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako kaloku, kumkani! yihla, ngako konke ukukanuka kwompefumlo wako ukuhla; nokwetu, siya kumnikela esandleni sokumkani.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kaloku yihla, kumkani, ngokomnqweno wonke womphefumlo wakho ukuhla; kunathi ukumnikela esandleni sokumkani.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku, kumkani, yihla ngokomnqweno wonke womphefumlo wakho; kwaye isabelo sethu siya kuba kukumnikela esandleni sokumkani.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke ngoko, mhlekazi, nanini wakuthanda, yiza – siya kumnikela ezandleni zikakumkani.”