1 Samuel 23:27 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Koko bekufika isigidimi ku‐Saule, sisiti: Nxama uze; ngokuba ama‐Filistiya egalelekile pezu kwelizwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke kaloku kwafika umthunywa kuSawule, esithi, Khawuleza uze, ngokuba amaFilisti alingenele ilizwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Weza umthunywa kuSawule, wathi, Akofa, yiza; ngokuba amaFilisti abelingenele ilizwe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kanye ngelo thuba kwafika isigidimi kuSawule, size nodaba oluthi: “Khawuleza uze, kuba amaFilistiya ayaliphanga ilizwe lakowethu.”