1 Samuel 23:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwada kwaxelwa ku‐Saule ukuba u‐Davide utikile e‐Kehila. Wayesiti u‐Saule: Utixo umlahlele esandleni sam; ngokuba evalelwe, ngokungena esixekweni esinengcango nemivalo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwaxelwa kuSawule, ukuba uDavide ufikile eKehila. Wathi uSawule, UThixo umlahlele esandleni sam; ngokuba uzivalele ngokungena emzini oneengcango nemivalo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Waxelelwa uSawule, ukuba uDavide ufikile eKehila. Wathi uSawule, uThixo umnikele esandleni sam; ngokuba nizalwa ngokungena emzini onamasango nezitrato.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Zafika kuSawule iindaba zokuba uDavide waya eKehila. Wavakala esithi: “Unikelwe nguThixo kum uDavide lo. Uzikhonkxile ngokwakhe ngokuya kungena kwidolophu enamasango atshixwayo.”