1 Samuel 23:8 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Saule wababiza bonke abantu emfazweni, ukuya kuhlela e‐Kehila, ukuvingcela u‐Davide namadoda ake.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
USawule wababizela ndawonye emfazweni bonke abantu, ukuba behle baye eKehila, bangqinge uDavide namadoda akhe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabahlanganisa uSawule bonke abantu ukuba balwe, behle baye eKehila, bangqinge uDavide namadoda akhe.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Watsho eqokelela umkhosi wakhe wonke uSawule, ukuba aye kuvingcela uDavide namadoda akhe apho eKehila.