1 Samuel 24:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Uyehova uya kugweba pakati kwam nawe, ewe uyehova uya kundipindezelela kuwe; kodwa isandla sam asiyi kuba ngakuwe;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UYehova uya kugweba phakathi kwam nawe, andiphindezelele uYehova kuwe; ke isandla sam asiyi kukuphatha.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uYehova uya kugweba phakathi kwam nani, uYehova andibuyisele kuni; ke isandla sam asiyi kuba phezu kwakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wanga ke uNdikhoyo angahlula phakathi kwam nawe. Ubenga angandiphindezela ngenxa yobubi ondenzele bona. Mna andingekhe ndikuse sandla.