1 Samuel 24:13 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
njengokuba usiti umzekeliso wabakudala: Inkohlakalo iyapuma kubakohlakeleyo; kodwa isandla sam asiyi kuba ngakuwe.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Njengoko litshoyo iqhalo lamanyange ukuthi, Okungendawo kuphuma kwabangendawo; ke isandla sam asiyi kufikelela kuwe.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Njengoko litshoyo iqhalo lakudala ukuthi, Okungendawo kuphuma kongendawo; ke isandla sam asikwazi ukulwa nabo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kaloku sitsho njalo isaci samandulo ukuthi: ‘Inkohlakalo iphuma kwabakhohlakeleyo.’ Ke mna andiyi kukusa sandla konke.