1 Samuel 24:14 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Upumile emva kwobanina ukumkani wo‐Sirayeli? uyaputuma wena emva kwobanina? emva kwenja efileyo! emva kwentakumba inye!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Uphumelene nabani na kodwa ukumkani wamaSirayeli? Usukela bani na? Usukela inja efileyo, usukela intakumba embala.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Uvela kubani na ukumkani wakwaSirayeli? uleqa bani? kwinja efileyo, ukuyibiza.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngaba úyayiqonda yona le nto ayileqayo ukumkani wamaSirayeli? Yintoni le ayisukelayo? Ngaba usukela inja efileyo okanye intakumba enye?