1 Samuel 24:17 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti ku‐Davide: Wena undigqitisile ngobulungisa; ngokuba wena undivuzile ngokulungileyo, kanti mna ndikuvuzile ngokukohlakeleyo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi kuDavide, Ilungisa nguwe kunam; ngokuba undenze okulungileyo wena, ndakwenza okubi mna.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kuDavide, Ulilungisa wena kunam, ngokuba undenze okulungileyo wena, ndakwenza okubi mna;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waqhuba wathi kuDavide: “Unyanisile, ndim lo wonileyo, kuba ubusoloko usenza ubuhle kum, kanti mna bendikuphatha kakubi!