1 Samuel 24:18 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjako wena uxelile namhla okokuba undenzele okulungileyo; ekubeni uyehova ebendiyekelele esandleni sako, kodwa akundibulalanga.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wena uxelile namhla ukuba undenze okulungileyo; kuba uYehova ebendinikele esandleni sakho, akwandibulala.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wena ubonisile namhla ukuba undenze okulungileyo, ngenxa yokuba ungandibulalanga ekundinikeleni kwam uYehova esandleni sakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ukubonakalalisile ukulunga kwakho kum namhlanje, kuba akundibulalanga uNdikhoyo selendinikele esandleni sakho!