1 Samuel 24:20 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Nakaloku, bona ke, ndiyazi ngenyaniso ukuba woba ngukumkani, nokuba ubukumkani bakwa‐Sirayeli buya kuma esandleni sako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kaloku yabona, ndiyazi ukuba uya kuba ngukumkani okunene, bume esandleni sakho ubukumkani bakwaSirayeli.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kaloku yabona, ndiyazi ukuba uya kuba ngukumkani, bume esandleni sakho ubukumkani bakwaSirayeli.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoku ndiyazi ukuba iza kuba nguwe ukumkani wakwaSirayeli, nokuba ulawulo lwakwaSirayeli luya kuzinziswa ezandleni zakho.