1 Samuel 24:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako kaloku ndifungele uyehova ukuba akuyi kunqamla inzalo yam emva kwam, nokuba akuyi kutshabalalisa igama lam kuyo indlu kabawo.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ndifungele uYehova ngoko, ukuba akuyi kuyinqamla imbewu yam emveni kwam, nokuba akuyi kulitshabalalisa igama lam endlwini kabawo.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ndifungele ke uYehova, ukuba akuyi kuyitshabalalisa imbewu yam emva kwam, nokuba akuyi kulitshabalalisa igama lam endlwini kabawo;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kodwa ke funga uNdikhoyo ukuba akuyi kuyitshabalalisa inzala yam, ukuze igama lam lingabhangi endlwini kabawo.”