1 Samuel 24:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Davide wafungela u‐Saule. Wasuka u‐Saule wagoduka; kodwa u‐Davide namadoda ake benyukela enqatyeni.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UDavide wamfungela ke uSawule. Wemka uSawule, waya endlwini yakhe. Ke uDavide namadoda akhe benyuka baya emboniselweni.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uDavide wamfungela uSawule. Wagoduka uSawule; kodwa uDavide namadoda akhe benyuka baya kwindawo enqatyisiweyo ezintabeni.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wafunga ke uDavide. Emva koko uSawule wabuyela komkhulu, waza yena uDavide namadoda akhe babuyela endaweni yabo enqatyisiweyo.