1 Samuel 24:5 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwaye kute emveni kwoko, ukuba intliziyo ka‐Davide yambeta, ngenxa yokuba ebetshecile isondo lengubo ka‐Saule.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi emveni koko, intliziyo kaDavide yakhathazeka ngenxa yokuba ebelinqamle isondo lengubo kaSawule.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emva koko, intliziyo kaDavide yaqhubeka ibetha, ngenxa yokuba wayesikile isambatho sangaphezulu sikaSawule.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Loo nto wayenza kuSawule yamdla kakhulu uDavide.