1 Samuel 24:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti kumadoda ake: Ubunzima mabube kum buvela kuyehova, ukuba ndiyenza lento kwinkosi yam, kumtanjiswa kayehova, yokuba ndisolule isandla sam ngakuye! ngokuba engumtanjiswa kayehova yena.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi kumadoda akhe, Makube lee kum, ngenxa kaYehova, ukuthi ndiyenze loo nto enkosini yam, umthanjiswa kaYehova, ndisise isandla sam kuye; ngokuba ungumthanjiswa kaYehova.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi kumadoda akhe, Ngamana uYehova angandinqanda, ndiyenze le nto enkosini yam, umthanjiswa kaYehova, ndisise isandla sam kuye, ngokuba ndingothanjisiweyo kaYehova.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi kumadoda akhe: “Makandithintele uNdikhoyo ekwenzeni into enje kwinkosi yam umthanjiswa kaNdikhoyo, nditsho le yokuba ndise isandla sam kuye, kuba kaloku ungumthanjiswa kaNdikhoyo!”