1 Samuel 24:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wayesiti u‐Davide ku‐Saule: Yinina ukuba upulapule amazwi abantu, besiti: Nanku u‐Davide efuna ilishwa lako?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uDavide kuSawule, Yini na ukuba uve amazwi abathe, Nanku uDavide efuna ukuba uhlelwe bububi?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uDavide kuSawule, Yini na ukuba uwaphulaphule amazwi akho athi, Nanku uDavide efuna ukukwenzakalisa?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waqhuba wenjenje: “Mhlekazi, kungani na ukuba uhambisane nolwimi oluthi mna ndizungula ukukwenzakalisa?