1 Samuel 25:22 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Utixo makenje njalo ezintshabeni zika‐Davide, alekele ukwenje njalo, ukuba ndiyashiya kubo bonke anabo kude kukanye ukusa lowo onobudoda!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UThixo makenjenje kwiintshaba zikaDavide, aqokele ukwenjenje, ukuba kude kwasa ngomso ndisalise, kubo bonke anabo, into eyindoda.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uThixo uya kwenza oku ngakumbi kwiintshaba zikaDavide, ukuba ngenye intsasa nditshisa ngomlilo yonke into anayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Makandigwebe kalukhuni uThixo ukuba ilanga lithe lasa kusekho into eyindoda kwaNabhali!”