1 Samuel 25:30 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwakuya kuti, nxa uyehova aya kwenzela inkosi yam njengako konke okulungileyo akutetile ngawe, na nxa aya kukumisela ube yinkosi pezu kwo‐Sirayeli;
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kuthi, xa uYehova athe wenza kwinkosi yam njengako konke okulungileyo akuthethileyo ngawe; wakumisa wayinganga yamaSirayeli:
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Emveni kokuba uYehova wenze enkosini yam konke okulungileyo, awakuthethileyo kuwe, wakumisa ukuba ube yinganga yakwaSirayeli;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Akuba uNdikhoyo ekufezekisile konke okulungileyo akuthembise kona, wakumisela waba ngolawulayo kwaSirayeli,