1 Samuel 25:37 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kwabekute kusasa, yakuba iveyine ipumile ku‐Nabali, wandula umfazi wake wamxelela ezizinto: yaza intliziyo yake yafa pakati kwake, wada waba njeng elitye.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Kwathi ngengomso, ukuphuma kwewayini kuNabhali, umkakhe wamxelela loo mazwi; yafa intliziyo yakhe phakathi kwakhe, yaba lilitye.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Kwathi kusasa, ukuphuma kwewayini kuNabhali nomkakhe, yamxelela loo nto, yafa intliziyo yakhe phakathi kwakhe, waba lilitye.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi akuqabuka uNabhali, wandula uAbhigeli ukumbalisela konke akwenze ngezolo. Wasuka wafa umzimba wasisigogo.