1 Samuel 25:41 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza wesuka, watoba ngobuso ngasemhlabeni, wati: Nasi isicakakazi sako sibe ngumkonzikazi ukuhlamba inyawo zezicaka zenkosi yam.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wesuka, waqubuda ngobuso emhlabeni, wathi, Nanku umkhonzazana wakho wokuba likhobokazana lokuhlamba iinyawo zabakhonzi benkosi yam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wesuka wema, waqubuda ngobuso, wathi, Yabona, umkhonzazana wakho makabe ngumkhonzi wokuhlamba iinyawo zabakhonzi benkosi yam.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathoba ubuso bakhe, wabujongisa emhlabeni uAbhigeli, wathi: “Ewe, mna ndisisicakazana sakhe; ndiyavuma ukumkhonza, ndihlambe nokuhlamba iinyawo zezicaka zakhe.”