1 Samuel 25:44 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kodwa u‐Saule ebenikile u‐Mikali intombi yake, umfazi ka‐Davide, ku‐Faliti unyana ka‐Layishe, obengowase‐Galime.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke uSawule wayethe uMikali, intombi yakhe, umkaDavide, wamnika uFaliti, unyana kaLayishe waseGalim.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke uSawule wamnika uPalti, unyana kaLayishe waseGalim, intombi yakhe, uMikali, umkaDavide.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kanti ke uSawule intombi yakhe uMikali, eyayikwangumka-Davide, wayeyendisele kuPalti unyana kaLayishe waseGalim.