1 Samuel 25:6 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
nize nitsho kohleli kamnandi ukuti: Uxolo malube kuwe, uxolo malube nakwindlu yako, uxolo malube nakuko konke unako!
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
nitsho ukuthi, Hlala kakuhle uphile wena, iphile nendlu yakho, kuphile konke onakho.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Nize nithi kulowo uphumeleleyo, Uxolo malube nawe, uxolo malube nawe, uxolo malube nawe, uxolo malube nayo yonke into onayo.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wathi ze bambulisele, badlulise iminqweno emihle nakwintsapho yakhe nako konke okwakhe, baze bathi: