1 Samuel 25:9 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Bati bakufika abafana baka‐Davide, bateta ku‐Nabali njengalomazwi onke egameni lika‐Davide, bada bati cwaka.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Aya ke amadodana kaDavide, athetha kuNabhali ngokwaloo mazwi onke egameni likaDavide, ahlala phantsi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Afika amadodana kaDavide, amxelela uNabhali onke loo mazwi egameni likaDavide, ayeka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Loo madoda awusa kuNabhali loo mlomo kaDavide, aza alinda impendulo.