1 Samuel 26:2 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waselesuka u‐Saule, wehla waya entlango yase‐Zifi, enaye amadoda anyuliweyo akwa‐Sirayeli angamawaka matatu, ukumfuna u‐Davide entlango yase‐Zifi.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wesuka uSawule, wehla waya entlango yeZifi, enamadoda angamawaka amathathu ahleliweyo akwaSirayeli, eya kufuna uDavide entlango yaseZifi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wagqiba uSawule, wehla waya entlango yeZifi, enamadoda angamawaka amathathu ahleliweyo akwaSirayeli, eya kufuna uDavide entlango yaseZifi.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Unduluke kwangoko uSawule wenjenjeya, ehamba namawaka amathathu amadoda akhethiweyo kwaSirayeli, ukuya kukhangela uDavide kuloo ntlango yaseZifi.