1 Samuel 26:21 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula wati u‐Saule: Ndonile; buya, nyana wam Davide! ngokuba ndingasayi kukupata kakubi, ngenxa yokuba umpefumlo wam ubunqabile emehlweni ako namhla nje: bona ke, ndenzile ngobudenge, ndiposisile ngokuninzi kakulu.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uSawule, Ndonile; buya, nyana wam Davide; ngokuba andisayi kuba sakwenza nto imbi, ngendawo yokuba umphefumlo wam ubunqabile emehlweni akho namhla. Uyabona, ndenze ngobudenge, ndalahleka ngokukhulukazi.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uSawule, Ndidanile; buya, nyana wam Davide, ngokuba andiyi kuba sakwenza nto imbi, ngokuba umphefumlo wam ubunqabile emehlweni akho namhla;
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uphendule wenjenje uSawule: “Ndonile; buyel' ekhaya, Davide nyana wam! Andisobe ndikuse sandla konke, ngokuba namhlanje ubomi bam bube lixabiso kuwe. Ngenene ndenze ubudenge ndaphazama gqitha!”