1 Samuel 26:24 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Kanjako bona ke, njengokuba umpefumlo wako ubusenziwa mkulu namhla nje emehlweni am, kwa njalo mawenziwe mkulu umpefumlo wam emehlweni kayehova, ade andisindise kubo bonke ubunzima.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yabona, njengoko waba mkhulu umphefumlo wakho emehlweni am namhla, ngokunjalo umphefumlo wam uya kuba mkhulu emehlweni kaYehova, andihlangule ekubandezelweni kwam konke.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yabonani, njengoko umphefumlo wenu uqinile emehlweni am, kwada kwayile mini, ngamana umphefumlo wam ungama phambi koYehova, andisindise kuko konke ukubandezeleka.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Njengoko ndibuxabisileyo ubomi bakho namhlanje, ubenga uNdikhoyo abuxabise nobam, andihlangule kuzo zonke iimbandezelo.”