1 Samuel 26:3 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Saule wati waca endulini ye‐Hakila, engapambi kwobala, ngasendleleni: kodwa u‐Davide wahlala entlango, wabona ukuba u‐Saule uze emva kwake ngasentlango.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
USawule wamisa endulini yeHakila, ekhangelene nenkangala, ngasendleleni. Ke uDavide wayehleli entlango; wabona ukuba uSawule uyamlandela entlango.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uSawule wamisa endulini yeHagila, ngakuYesmon, ngasendleleni. Ke uDavide wayehleli entlango, wabona uSawule emlandela entlango.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Wafika wamisa ikampu ngasendleleni kuloo nduli iHakila. Wayesesentlango uDavide lo gama kufika uSawule. Uthe ke akubona ukuba nanko uSawule emlandela,