1 Samuel 26:9 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza u‐Davide wati ku‐Abishai: Ungamtshabalalisi: ngokuba ngubanina ongolulayo isandla sake ngakuye umtanjiswa kayehova, aze angabi natyala?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Wathi uDavide kuAbhishayi, Musa ukumbulala; ngokuba ngubani na ongasa isandla kumthanjiswa kaYehova, aze abe msulwa?
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wathi uDavide kuAbhishayi, Musa ukumtshabalalisa; ngokuba ngubani na ongasolula isandla sakhe kumthanjiswa kaYehova omsulwa?
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Uphendule wathi uDavide: “Uze ungambulali! Ngubani ongamsa isandla umthanjiswa *kaNdikhoyo aze abe msulwa?