1 Samuel 28:12 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wati umfazi lowo akumbona u‐Samyali, wakala ngelizwi elikulu; wayesitsho umfazi lowo ku‐Saule, esiti: Yinina ukuba undikohlisile, wena ungu‐Saule nje?
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yambona inkazana uSamuweli, yakhala ngezwi elikhulu.Yatsho inkazana leyo kuSawule, ukuthi, Yini na ukuba undikhohlise? UnguSawule wena.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yambona inkazana uSamuweli, yakhala ngezwi elikhulu; Yatsho inkazana leyo kuSawule, yathi, Undixokile na? ngokuba unguSawule wena.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Kuthe akuvela uSamweli, wakhala ngamandla loo mfazi, wathi kuSawule: “Kutheni undikhohlisa nje? Inguwe nje ukumkani uSawule!”