1 Samuel 28:21 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Waza umfazi lowo weza ku‐Saule, wabona ukuba uyetuswa kakulu, wati kuye: Bona ke, isicakakazi sako sivile ilizwi lako, nompefumlo wam ndiwubekile esandleni sam, namazwi ako obuwateta kum ndiwapulapule:
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yeza inkazana leyokuSawule, yabona ukuba ukhwankqe kunene.Yathi kuye, Yabona, umkhonzazana wakho uliphulaphule izwi lakho, ndawenza isichenge umphefumlo wam, ndaweva amazwi akho owathethayo kum.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Yeza inkazana leyo kuSawule, yabona ukuba ukhathazeke kakhulu, yathi kuye, Yabona, umkhonzazana wakho uliphulaphule izwi lakho, ndawunikela umphefumlo wam esandleni sam, ndaweva amazwi akho owandixelela wona.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Waya kuye loo mfazi, wafika uSawule efile kukoyika, waza wathi: “Mhlekazi, umkhonzazana wakho ukuthobele. Ubomi bam ndibubeke esichengeni ndenza ngokomyalelo wakho.