1 Samuel 28:22 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
ngako kaloku kaupulapule nawe ilizwi lesicakakazi sako, ukuba mandibeke umtamo wesonka ebusweni bako, uze udle; wauya kuba namandla, nxa uhamba ngendlela yako.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Khawuliphulaphule nawe ngoko izwi lomkhonzazana wakho;makhe ndibeke iqhekeza lesonka phambi kwakho, udle, ube namandla xa uhamba indlela.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Liphulaphule izwi lomkhonzi wakho, ndibeke iqhekeza lesonka phambi kwakho; udle, ube namandla ekuhambeni kwakho.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ngoku ke siphulaphule isicakazana sakho; mandikwenzele into etyiwayo, utye, ahlaziyeke amandla akho, uhambe indlela yakho.”