1 Samuel 28:25 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
waza wazisondeza ebusweni buka‐Saule, nasebusweni bezicaka zake; badla ke. Bandula besuka, bemka ngobobusuku.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Yabeka phambi koSawule naphambi kwabakhonzi bakhe. Badla, besuka ke, bahamba ngobo busuku.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Wabeka phambi koSawule naphambi kwabakhonzi bakhe; badla ke. Bavuka ke bahamba ngobo busuku.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Oko kutya wakubeka ngaphambi kukaSawule kunye namaphakathi akhe, bakutya, baza banduluka kwangobo busuku.