1 Samuel 29:7 — Compare Translations
4 translations compared side by side
Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Ngako kaloku buya, uhambe ngoxolo, ukuba ungenzi okubi emehlweni enkosi zama‐Filistiya.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
Ke ngoko buya, uhambe unoxolo, ungenzi bubi emehlweni ezikhulu zamaFilisti.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
Ke ngoko buya, uhambe ngoxolo, hleze ukhubekise izikhulu zamaFilisti.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Phindel' emva ngoxolo ke, mfo wam, ungakhe wenze nto abanokuthi bayigxeke.”