1 Samuel 3:16 — Compare Translations

4 translations compared side by side

Xhosa 1902 (Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard))
Wandula u‐Heli wambiza u‐Samyali, wati: Samyali, nyana wam! Wayesiti: Nanku ndi lapa.
Xhosa 1975 (IZIBHALO EZINGCWELE)
UEli wambiza uSamuweli, wathi, Samuweli, nyana wam.
Xhosa 2024 (ITestamente Entsha)
uEli wambiza uSamuweli, wathi, Samuweli, nyana wam! Waphendula ke yena wathi, Ndilapha.
Xhosa XHO96 (IBHAYIBHILE)
Ke kaloku uEli wambiza uSamweli, wathi: “Samweli, mfo wam!” Waphendula uSamweli wathi: “Ndim lo!”